Genesis 29:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Yakobi wakonza iminyaka yasixe̔nxe ngenxa ka‐Rakele; eyaba semehlweni ake njengemihla emincinane, ngokumtanda kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYakobi wakhonza ke iminyaka esixhenxe ngenxa kaRakeli;yanga yimihla embalwa emehlweni akhe, ngenxa yokumthanda kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYakobi wakhonza uRakeli iminyaka esixhenxe; kwaba yimihla embalwa kuye, ngenxa yothando abemthanda ngalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYakobi waphangela isixhenxe sonke seminyaka, esebenzela ukufumana uRakeli. Lonke elo xesha laba ngathi ziintsuku nje ezimbalwa kuye, kuba wayemthanda uRakeli.