Genesis 29:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yakobi wati ku‐Labane: Ndinike umfazi wam, ngokuba isel’ izalisekile imihla yam, ukuze ndingene kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYakobi kuLabhan, Ndinike umkam, kuba izalisekile imihla yam, ukuba ndimngene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYakobi kuLabhan, Ndinike umkam, ngokuba izalisekile imihla yam, ukuba ndimngene.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Lifikile ixesha; ndikhululele umkam,” watsho uYakobi kuLabhan.