Genesis 29:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Labane ukuhlanganisa onke amadoda alondawo, wawenza umtshato.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawahlanganisa uLabhan onke amadoda aloo ndawo, wenza umsitho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uLabhan wabahlanganisa bonke abantu baloo mmandla waza wenza isidlo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ULabhan wenza isidlo somtshato, wamema bonke abantu balapho.