Genesis 29:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ngokuhlwa, watabata u‐Leya intombi yake, wamzisa kuye; waza wangena kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngokuhlwa, wathabatha uLeya intombi yakhe, wamngenisa kuye; wamngena ke yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwahlwa, wathabatha uLeya intombi yakhe, wamngenisa kuye; wangena kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngobo busuku uLabhan wasa uLeya kuYakobi endaweni kaRakeli, uYakobi walala naye.