Genesis 29:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, kwakusa, nanku u‐Leya. Wati ngoko ku‐Labane: Yinto nina le uyenzileyo kum? asi nguye u‐Rakele endibe ndikukonza ngenxa yake yinina? kunganina ke ukuba undibukuqile?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi kusasa, kwabonakala inguLeya. Wathi kuLabhan, Yintoni na le nto uyenzileyo kum? Andikukhonze ngenxa undikhohlise?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ngesifingo, wabona ukuba nguLeya, wathi kuLabhan, Yintoni na le nto undenze yona? Andikhonzanga nawe uRakeli na? so undiqhathe ngantoni?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYakobi akazange aqonde ukuba nguLeya lo wayelele naye, kude kwakusasa. Uye kuLabhan uYakobi, wafika wathi: “Yintoni le undenze yona? Bendisebenzela ukufumana uRakeli nje, undiqhathele ntoni?”