Genesis 29:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wenza u‐Yakobi kwa ngokunjalo, wazalisekisa iveki yalé. Waza wamnika no‐Rakele, intombi yake, abe ngumfazi wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenjenjalo uYakobi, wayizalisa iveki yale. Wamnika ke uRakeli intombi yakhe, yangumkakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenjenjalo uYakobi, wayigqiba iveki yaloo mfazi; wamnika noRakeli intombi yakhe, yangumkakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wavuma ke uYakobi, yathi yakudlula loo veki yomtshato uLabhan wamendisela kuYakobi noRakeli.