Genesis 29:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wangena nakuye u‐Rakele, wamtanda u‐Rakele ngapezu kwake u‐Leya kanjalo; waza wakonza kuye yaiseyimbi iminyaka esixe̔nxe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamngena uRakeli, wamthanda uRakeli phezu koLeya. Wakhonza ke, waleka eminye iminyaka esixhenxe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Naye wamngena uRakeli, wamthanda uRakeli ngaphezu koLeya, wakhonza ke naye eminye iminyaka esixhenxe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wamambatha uRakeli uYakobi, wamthanda nangaphezu koLeya. Wasebenza eminye iminyaka esixhenxe.