Genesis 29:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabuya wamita, wazala unyana; wati: Kaloku ndiya kudumisa uyehova; ngako wambiza ngegama elingu‐Juda. Waza wati nqumama ekuzaleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya wamitha, wazala unyana; wathi, Okwesi sihlandlo ndiya kumdumisa uYehova; ngenxa yonke wamthiya igama elinguYuda. Wanqamka ukuzala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya wamitha, wazala unyana, wathi, Kaloku ke ndithanda ukudumisa uYehova; ke ngoko wamthiya igama elinguYuda; akaphinda azale.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uphinde ngenye inkwenkwe kwakhona, wathi yona nguJuda, kuba wayesithi: “Ndiyambonga uNdikhoyo kwesi sihlandlo.” Emva koko wapheza ukuzala.