Genesis 29:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati kubo: Upilile na? Bati: Upilile; kanjako nanku u‐Rakele intombi yake esiza nazo izimvu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubo, Usaphilile na? Bathi, Usaphilile; nanku noRakeli, intombi yakhe, esiza nempahla emfutshane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Usaphilile na? Bathi, Usahleli, nanko uRakeli intombi yakhe, esiza nempahla emfutshane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Usaphila kodwa?” “Ewe, usaphila. Nantso selisiza intombi yakhe uRakeli kunye nomhlambi wakhe.”