Genesis 29:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Bona ke, imini isenkulu; asi lixesha lokuhlanganiswa kwenkomo; zisezeni izimvu, nize niye ukwalusa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Yabonani, kusesemini enkulu, asilixa lakuhlanganisa impahla; yisezeni impahla emfutshane, niye kwalusa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza wathi: Khangela, kusesemini, kwaye alikafiki ixesha lokuba iinkomo zihlanganiswe; seza iigusha, uziphe ukutya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uYakobi: “Ingekabi loxesha lakuphethula imihlambi emadlelweni nje eli, kutheni ningazisezi nje ezi gusha, niziyeke zitye?”