Genesis 29:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa esateta nabo, u‐Rakele weza nezimvu zoyise; ngokuba ebengumalusikazi yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku esathetha nabo, wafika uRakeli nempahla emfutshane kayise; kuba ubeyalusa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku esathetha nabo, wafika uRakeli nempahla emfutshane kayise, kuba ubesalusa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
URakeli wafika nowakhe umhlambi esathetha nâbo belusi uYakobi.