Genesis 3:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati yena: Ilizwi lako ndaliva emyezweni, ndaza ndoyika, ngokuba ndizé; ndazimela ngoko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi yena, Ndive isandi sakho emyezweni, ndasuka ndoyika, ngokuba ndihamba ze; ndazimela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAtam, Ndive isandi sakho endle, ndasuka ndoyika, ngokuba ndingakholosanga; ndazimela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaphendula yathi: “Ndive isandi sokuza kwakho, ndaza ndoyika ndazimela, kuba ndihamba ze.”