Genesis 3:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Utyelwe ngubanina ukuba uzé? Utyile na kulomti endandikuyalela ngawo ukuba ungatyi kuwo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Uxelelwe ngubani na, ukuba uhamba ze? Udlile na kuwo umthi, endakuwisela umthetho ngawo, ndathi, Uze ungadli kuwo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Uxelelwe ngubani na, ukuba uwedwa? Udlile na kuwo umthi, endakuwisela umthetho ngawo, ukuba ungadli kuwo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uThixo: “Ùve ngabani ukuba uhamba ze? Utyile kulaa mthi bendithe uze ungatyi kuwo?”