Genesis 3:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndandiya kumisa ubutshaba pakati kwako nomfazi, napakati kwenzalo yako nenzalo yake; iya kukutyumza intloko yona, uti wena uyityumze isitende.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kumisa ubutshaba phakathi kwakho nomfazi, naphakathi kwembewu yakho nembewu yakhe; yona iya kukutyumza intloko, wena uya kuyityumza isithende.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kumisa ubutshaba phakathi kwakho nomfazi, naphakathi kwembewu yakho nembewu yakhe; iya kukunqumla intloko, kwaye uya kuyiluma isithende.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiza kudala ubutshaba phakathi kwakho nomfazi. Inzala yakho neyakhe ziya kuhlala zithiyene. Yona yokucumza intloko; wena woyiluma isithende.”