Genesis 3:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokubila kwobuso bako uya kutya isonka, ude ubuyele emhlabeni; ngokuba kwa kuwo ubucatshulwa: ngokuba ulutuli wena, wauya kubuyela elutulini kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kudla ukudla kokubila kobuso bakho, ude ubuyele emhlabeni kobuso bakho, ude ubuyele emhlabeni, kuba uthatyathwe kuwo; ngokuba uluthuli, uya kubuyela kwaseluthulini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kudla isonka sokubila kobuso bakho ude ubuyele emhlabeni; ngokuba ukhutshiwe kuwe; ngokuba uluthuli, uya kubuyela kwaseluthulini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kutya ukubila kwakho ude ubuyele kwakuloo mhlaba wawuthathwe kuwo. Wênziwa ngomhlaba; ke uya kubuya ube ngumhlaba.”