Genesis 3:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Adame wambiza umfazi wake ngegama elingu‐Eva; ngokuba yena ebengunina wabo bonke abapilileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAdam walibiza igama lomkakhe ngokuthi nguEva, ngokuba yena engunina wabaphilileyo bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAdam walibiza igama lomkakhe ngokuthi nguEva; ngokuba yena engunina wabaphilileyo bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAdam wamthiya igama umkakhe, wathi nguEfa, kuba kaloku luzalwa nguye lonke uluntu.