Genesis 3:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngako uyehova utixo wamkupa emyezweni wase‐Hedeni, ukuze alime umhlaba abecatshulwe kuwo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uYehova uThixo wamndulula emyezweni we-Eden, ukuba asebenze umhlaba abethatyathwe kuwo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uThixo wamkhupha emyezweni we-Eden, ukuba asebenze umhlaba abethatyathwe kuwo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo uThixo wamgxothela ngaphandle komyezo umntu, wamenza umlimi womhlaba avele kuwo.