Genesis 30:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akuza u‐Yakobi evela endle ngokuhlwa, wapuma u‐Leya ukuya kumkaulela, wati: Uya kungena kum; ngokuba ndise ndikuqeshile ngedudai zonyana wam. Waza walala naye ngobusuku obo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafika uYakobi evela ezindle ngokuhlwa, waphuma uLeya esiya kumkhawulela, wathi, Uze undingene, kuba ndikuqeshile ngamathuma onyana wam. Walala ke naye ngobo busuku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafika uYakobi evela ezindle ngokuhlwa, waphuma uLeya esiya kumkhawulela, wathi, Uze undingene; kuba ndikunyule ngegazi lonyana wam. Walala naye ngobo busuku.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukufika kukaYakobi, evela emasimini ngokuhlwa, uLeya wamkhawulela, wafika wathi: “Uza kulala nam ngokuhlwanje, kuba ndikuthenge ngemithuma yomntwanam.” Walala noLeya ke ngoko kuhlwa uYakobi.