Genesis 30:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye utixo wapulapula ku‐Leya, owamita, wazalela u‐Yakobi unyana wesihlanu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo wamphulaphula uLeya; wamitha, wamzalela uYakobi unyana wesihlanu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo wamphulaphula uLeya, wamitha, wazala unyana wesihlanu kaYakobi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo wayiva imithandazo kaLeya, wakhawula, waphinda wazala enye yesihlanu inkwenkwe.