Genesis 30:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kamva, wazala intombi, wayibiza ngegama elingu‐Dina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emveni koko wazala intombi, wayithiya igama elinguDina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko wazala intombi waza wayithiya igama elinguDina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko wazala intombi, wathi yona nguDayina.