Genesis 30:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wamita, wazala unyana; wati: Utixo ukwelelisile udelwa lwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamitha, wazala unyana, wathi, UThixo ukususile ukungcikivwa kwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamitha, wazala unyana; Wathi, uThixo ulisusile ihlazo lam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakhawula, wazala inkwenkwe. Wathi: “UThixo ulisusile ihlazo lam.”