Genesis 30:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nika abafazi bam, nabantwana bam, endikukonzile ngenxa yabo, ukuze ndimke; ngokuba uyazi wena inkonzo yam endikukonzile ngayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndinike abafazi bam nabantwana bam, endikukhonze ngenxa yabo, ndihambe; kuba wena uyayazi inkonzo yam endikukhonze ngayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndinike abafazi bam nabantwana bam endikukhonze ngenxa yabo, ndihambe; ngokuba wena uyayazi inkonzo yam endikukhonze ngayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndinike abafazi bam nabantwana bam endibasebenzeleyo, ndihambe. Uyakwazi ukubulaleka kwam ndikusebenzela.”