Genesis 30:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Labane kuye: Ukuba kaloku ndifumene ufefe emehlweni ako, hlala; sendigqalile nje ukuba uyehova unditamsanqele ngetuba lako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uLabhan kuye, Ukuba kaloku ndibabalwe nguwe, hlala;ndihlabe ukuthi uYehova undisikelele ngenxa yakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uLabhan kuye, Ukuba ndibonise inceba emehlweni akho, hlala; ngokuba ndiyazi ukuba uYehova undisikelele ngenxa yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi uLabhan: “Mandiyithethe yona into yokuba ndityhilelwe ukuthi ndihlumé ndatsho ndasisinhanha ngenxa yokuba *uNdikhoyo ekusikelele.