Genesis 30:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Boda bundinqi̔nele ubulungisa bam ngexesha elisakubako, nxa uzayo pezu kwomvuzo wam, kwa sebusweni bako: zonke ezingenamabala nezingenamasanaṙa pakati kwebokwe, nezingemfusa pakati kwegusha, ezo zikum makutwe zibi̔we.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bundingqinele ke ubulungisa bam ngexesha elizayo, xa uthe weza kumvuzo wam ophambi kwakho: zonke ezingenala, nezingerhwexu phakathi kweebhokhwe, nezingemnyama phakathi kweegusha, zoba zezibiweyo ezo, xa zithe zakum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ubulungisa bam buya kundiphendula ngemihla ezayo, xa ndiza kuwufumana umvuzo wam phambi kobuso bakho: onke atyetyisiweyo, namfutshane phakathi kweebhokhwe, naphakathi kweegusha, kuthiwe abiwe kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuya kuba lula ke kamva ukuqonda xa ndibile. Uya kuthi uqonde ngaloo nto ke xa uze kuhlola ukuba ndibile na: xa uthe wafika ndingenazo iibhokhwe ezingcitha, kungekho nagusha imnyama, uya kwazi ukuba ndibile.”