Genesis 30:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Labane: Bona ke, kwanga kungaba njengelizwi lako!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uLabhan, Yabona, makube ngokwelizwi lakho elo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uLabhan, Yabona, makube ngokwelizwi lakho oko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uLabhan: “Sivene ke, mfo. Masenjenjalo ke.”