Genesis 30:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waya wabeka intswazi abezixwebule emijelweni na semikombeni yokuselwa kwamanzi, apo imihlambi yeza kona ukusela, ngapambi kwemihlambi, ukuze ikaule ekuzeni kwayo ukusela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazimisa iintonga abezichubile emijelweni, emikhumbini yamanzi, apho impahla emfutshane ibiza kusela khona, phambi kwempahla emfutshane, ukuba iphathane xa iza kusela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazibeka ezityeni zokusela xa impahla emfutshane isiza kusela, phambi kwempahla emfutshane, phambi kwempahla emfutshane, ukuba imithi, ekuseleni kwayo, phambi kwempahla emfutshane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wazigxumeka emijelweni kwezo ndawo kusela kuzo imihlambi. Loo nto wayenza kuba iinkunzi zazikhwela xa zize kusela.