Genesis 30:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wamnika u‐Bileha ikobokakazi lake abe ngumfazi; waye u‐Yakobi wangena kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamnika ke uBhiliha, umkhonzazana wakhe, ukuba abe ngumfazi; uYakobi wamngena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamnika ke uBhiliha, umkhonzazana wakhe, ukuba abe ngumfazi wakhe; uYakobi wamngena.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayikhulula ke impelesi yakhe, wayinika umyeni wakhe, wayambatha.