Genesis 30:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa nxa zibutataka ezemihlambi, akazibeka; zaza ezibutataka zaba zezika‐Labane, nezomeleleyo zaba zezika‐Yakobi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa ityhafileyo impahla emfutshane, akazibekanga; yathi ke etyhafileyo yaba yekaLabhan, eyomeleleyo yaba yekaYakobi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba imbalwa impahla emfutshane, makangàzisi; Kwaba njalo ke koswele amandla kaLabhan, nakokomelela kukaYakobi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa imigqutsuba wayengayizisi yona phantsi kwezo pali. Kungekudala ekaLabhan imihlambi yaba yile iyimigqutsuba, ekaYakobi yona yaba yile yomeleleyo.