Genesis 30:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wamita u‐Bileha, wazalela u‐Yakobi unyana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamitha uBhiliha, wamzalela uYakobi unyana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamitha uBhiliha, wamzalela uYakobi unyana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakhulelwa uBhiliya, wazala umntwana oyinkwenkwe.