Genesis 30:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabuya wamita u‐Bileha, ikobokakazi lika‐Rakele, wamzalela u‐Yakobi unyana wesibini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya wamitha uBhiliha, umkhonzazana kaRakeli, wamzalela uYakobi unyana wesibini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya wamitha uBhiliha, umkhonzazana kaRakeli, wamzalela uYakobi unyana wesibini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphinda wakhawulwa uBhiliya, wazala enye inkwenkwe kwakhona.