Genesis 31:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aza avakala kuyo amazwi onyana baka‐Labane, esiti: Ususile u‐Yakobi konke ubawo wetu abenako; nakuko okube kukokukabawo wetu ubenzile bonke obubutyebi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku waweva amazwi oonyana bakaLabhan, besithi, UYakobi uzithabathile zonke izinto abenazo ubawo; ubenze ngezinto zikabawo obu butyebi bakhe bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku waweva amazwi oonyana bakaLabhan, ababesithi, uYakobi uzithabathile zonke izinto zikabawo; yaye ubufumene kwinto awayeyiyo ubawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYakobi weva ukuba oonyana bakaLabhan bathi uzithathe zonke izinto zikayise, yaye nobu butyebi bakhe ubuzuze ngezinto zikayise.