Genesis 31:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bapendula u‐Rakele no‐Leya, bati kuye: Kuseko kuti na isabelwa nelifa endlwini kabawo wetu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baphendula uRakeli noLeya, bathi kuye, Sisenasabelo nalifa lini na endlwini kabawo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baphendula uRakeli noLeya, bathi kuye, Sisenasabelo nalifa lini na endlwini kabawo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bathe ukuphendula ooRakeli noLeya: “Asisenabango thina kwizinto zikatata.