Genesis 31:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wesuka u‐Yakobi, wakwelisa onyana bake nabafazi bake pezu kwenkamela;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka uYakobi wabakhwelisa oonyana bakhe, nabafazi bakhe, ezinkameleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wesuka uYakobi wabakhwelisa oonyana bakhe, nabafazi bakhe, ezinkameleni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangoko uYakobi wabakhwelisa ezinkameleni abafazi bakhe noonyana bakhe.