Genesis 31:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waya wesaba nako konke abenako; wesuka ke, wawela umlambo, wabeka ubuso bake ngasentabeni ye‐Gileyadi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabaleke ke, yena nako konke abenako; wesuka, wawuwela uMlambo, wabubhekisa ubuso bakhe entabeni yaseGiliyadi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabaleka neento zonke abenazo; wemka, wawuwela umlambo, wabubhekisa ubuso bakhe ezintabeni zaseGiliyadi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathatha konke okwakhe, wemka ngokungxama. Waya kuwela umlambo iEfrati, wenjenjeya ejonge kweleenduli eGiliyadi.