Genesis 31:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuxelwa ku‐Labane ngowesitatu umhla, ukuba usabile u‐Yakobi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waxelelwa uLabhan ngomhla wesithathu ukuba uYakobi ubalekile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ngomhla wesithathu, waxelelwa uLabhan ukuba uYakobi ubalekile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kweentsuku ezintathu uLabhan weva ukuba uYakobi ubalekile.