Genesis 31:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kusemandleni esandla sam ukunenza ububi; kodwa utixo kayihlo wenu wabesitsho kum pezolo ukuti: Zilumkele, ukuze ungateti ku‐Yakobi nokulungileyo nokukohlakeleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kusemandleni esandla sam ukunenza ububi; ke uThixo kayihlo uthethe nam phezolo, esithi, Zilumkele, ungathethi nto noYakobi, nokuba yelungileyo nokuba yembi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kusemandleni esandla sam ukwenza ububi; ke uThixo kayihlo uthethe nam phezolo, wathi, Zilinde, ungathethi nto kuYakobi, nokuba yelungileyo nokuba yembi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndingakwenza into embi ngoku. Kodwa phezolo uThixo kayihlo uthe ze ndingathethi nto kuwe.