Genesis 31:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WADA uyehova wati ku‐Yakobi: Buyela elizweni loyihlo bako, nakwisalamane sako; ndandiya kuba nawe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wathi kuYakobi, Buyela ezweni likayihlo, kwelokuzalwa kwakho; ndoba nawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuYakobi, Buyela ezweni looyihlo, nasendlwini yakho; kwaye ndiya kuba nawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo wathi kuYakobi: “Buyela kwilizwe looyihlo-mkhulu, kumawenu. Mna ndiya kuba nawe.”