Genesis 31:48 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Labane: Lemfumba ilinqi̔na pakati kwam nawe namhla nje. Kukona yabizwa ngegama eliyi‐Galedi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uLabhan, Le mfumba ilingqina phakathi kwam nawe namhla, ngenxa yoko yathiywa igama eliyiGaledi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uLabhan, Eli themba namhla libubungqina phakathi kwam nawe. Ke ngoko, igama lawo kwathiwa yiGaledi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ULabhan wathi kuYakobi: “Le ngqumba yamatye iya kuba sisikhumbuzo kuthi.” Yiyo loo nto loo ndawo kwathiwa yiGaledi.