Genesis 31:49 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
neliyi‐Mitsipa; ngokuba ebesiti: Wanga uyehova angalinda pakati kwam nawe, nxa sifihlelene omnye kwomnye!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
neliyiMizpa, ngokuba wathi Makobonisele uYehova phakathi kwam nawe, sakuba sisithelene;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
neMizpa; ngokuba wathi, uYehova ubonisele phakathi kwam nawe, xa singasekhoyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ULabhan wabuya wathi: “Wanga *uNdikhoyo angasijonga naxa sesahlukene.” Yaza loo ndawo kwathiwa yiMizpa.