Genesis 31:53 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utixo ka‐Abrahame, notixo ka‐Nahore, utixo woyise wabo agwebe pakati kwetu. Waye u‐Yakobi wafunga umoyikwa woyise u‐Yisake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo ka-Abraham, uThixo kaNahore, uThixo woyise wabo, makagwebe phakathi kwethu. UYakobi wafunga Ohlomelwa nguyise uIsake.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wanga uThixo ka-Abraham, uThixo kaNakore, uThixo woyise wabo, asigwebe. Wafunga uYakobi ngokoyikeka kukayise uIsake.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NguThixo ka-Abraham, uThixo kaNahore, oya kusigweba.” Waza ke uYakobi wafunga egameni loMhlonitshwa kayise uIsake.