Genesis 31:54 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yakobi wabingelela umbingelelo entabeni, wabiza abazalwana bake baze batye isonka: baye besitya isonka, balalisa entabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYakobi wabingelela umbingelelo entabeni apho, wabiza abazalwana bakhe, ukuba badle isonka. Badla ke isonka, balala entabeni apho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYakobi wabingelela umbingelelo entabeni apho, wabiza abazalwana bakhe, ukuba beze badle isonka. Badla isonka, balala entabeni apho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waxhela, wenza idini apho, wamemela izihlobo zakhe esidlweni. Bakugqiba ukutya bahlala kuloo ntaba ubusuku bonke.