Genesis 31:55 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wavuka u‐Labane kusasa, wanga onyana bake nentombi zake, wabatamsanqela; wandul’ ukumka u‐Labane, wabuyela endaweni yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavuka uLabhan kusasa, wabanga oonyana bakhe, neentombi zakhe, wabasikelela; wemka ke uLabhan, wabuyela ekhayeni lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavuka uLabhan kusasa, wabanga oonyana bakhe, neentombi zakhe, wabasikelela; Wemka ke uLabhan, wabuyela endlwini yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakusasa ngengomso uLabhan wanga abazukulwana bakhe neentombi zakhe, esithi ndlela-ntle kubo, wajika wagoduka.