Genesis 31:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti uyihlo wenu undixokisile, nomvuzo wam uwuguqule ishumi lamaxesha; kodwa utixo akamvumelanga ukuba andenzele ububi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ke uyihlo undidephisele, wawuguqula umvuzo wam kalishumi;kodwa uThixo akamvumelanga ukuba andenze into embi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyihlo wandixokisa, wawuguqula kalishumi umvuzo wam; kodwa uThixo akamvumelanga ukuba andiphathe kakubi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa yena wandiqhatha, wawuguqu-guqula umvuzo wam kalishumi. Kodwa uThixo akavumanga ukuba andenzakalise.