Genesis 32:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabusiti wena kanjalo: Ngenyaniso ndiya kukwenzela okulungileyo, ndenze nenzalo yako ibe njengentlabati yolwandle, engenakubalwa ngenxa yokuba ninzi kwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawuthe wena, Inene, ndiya kukuphatha kakuhle, imbewu yakho nidyenze ibe njengentlabathi yolwandle, engenakubalwa ngenxa yobuninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Ewe, ndiya kukuphatha kakuhle, imbewu yakho ndiyenze ibe njengentlabathi yolwandle, engenakubalwa ngenxa yenani layo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khumbula ke ukuba wathembisa ukuba konke kondilungela, wathembisa nokuba wondipha inzala engenakubalwa bani, ebuninzi bungangobentlabathi elunxwemeni lolwandle.”