Genesis 32:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza walalisa kona ngobusuku obo; watabata kuko okwezayo esandleni sake, umnikelo wokunik ela u‐Esau umkuluwe wake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku yena walala khona ngobo busuku. Wathabatha entweni esifike kuyo isandla sakhe, yangumnikelo kuEsawu, umkhuluwa wakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Walala khona ngobo busuku; wathi ngoonyana bakhe uEsawu wamnika ukuba abe ngumnikelo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngengomso uYakobi wakhetha kuloo mhlambi wakhe ezo wayeza kuzipha umntakwabo uEsawu: