Genesis 32:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yakobi, xeshekweni azibonileyo: Ngumkosi katixo lo! ngako wabiza igama lalondawo nge‐Mahanayime.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYakobi akuzibona, Ngumkhosi kaThixo lo; wathi igama laloo ndawo yiMahanayim.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabona uYakobi, wathi, Ngawo la amatyala kaThixo; wathi igama laloo ndawo yiMahanayim.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe akuzibona wavakala esithi: “Ngumkhosi kaThixo lo,” waza wathi loo ndawo yiManayim igama layo.