Genesis 32:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wawela umnikelo lowo ngapambili kuye; kodwa yena walalisa ngobobusuku emnqubeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umnikelo lowo wahamba phambi kwakhe; ke yena walala ngobo busuku emfudukeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Saphuma ke isipho phambi kwakhe, walala phakathi kweqela elo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wazindulula ke ezo zipho, waza yena walalisa apho esikhululweni ngobo busuku.