Genesis 32:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti u‐Yakobi wasala yedwa; kwaza kwazamana naye indoda side sapuma isifingo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYakobi wasala yedwa; kwazamana indoda naye kwada kwathi qhiphu ukusa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYakobi wasala yedwa; Yazamana indoda naye kwada kwasa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa yena wasala ngasemva. Kwafika umntu, wajijisana naye kwada kwasekuzeni kokusa.