Genesis 32:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Eyati, yakubona ukuba ayimeyisi, yacukumisa ilungu letanga lake; laza laṙuneka ilungu letanga lika‐Yakobi, nxa ibizamana naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yakubona ukuba ayimeyisi, yachukumisa usikrobana womlenze wakhe, wancothuka usikrobana womlenze kaYakobi ngokuzamana nayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona ukuba ayimeyisi, yachukumisa umlambo womlambo wakhe; Yatshona ingcambu yesinqe sikaYakobi ngokuzamana kwakhe naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi loo mntu akubona ukuba akamngquli uYakobi, wamchukumisa enyongeni, yatsho yagungxuka endaweni yayo.