Genesis 32:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaisiti: Ndiyeke, ngokuba sise sipumile isifingo. Koko wati: Andiyi kukuyeka, kupela nxa unditamsanqeleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi, Ndindulule ndihambe, kuba kuyasa. Wathi yena, Andiyi kukundulula umke, ukuba akuthanga undisikelele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Ndilinde, kuba ilanga liyaphuma. Wathi: Andikukhulula, awukandisikelele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Watsho esithi: “Ndiyeke ndihambe, kuyasa.” UYakobi wathi: “Andisobe ndikuyeke, de undithamsanqelise.”